Inkcubeko ngokwe mvakalelo eyenzelwe abazali : uluhlu lweWorkshopu

Book Stores
Type
E-Book
Authors
Category
ECCE
[ Browse Items ]
URL
[ private ]
Subject
Early childhood care and education (ECCE), Young children, Teachers, Educators, Parents, Emotional intelligence (EQ), Workshops, South Africa
Abstract
'Inkcubeko yemvakalelo yinto eyadunyiswa nguDaniel Goleman (1995 & 2007) ekuqaleni kweminyaka yo 2000s, yaze yanda isuka kwi qumrhu yaya kwezemfundo, kuba ootitshala befuna ukukhawulelana nemingeni yoluleko ekufundiseni. Amava am ekusebenziseni iEQ esikolweni sabantwana abancinci, egumbini lokufundisela lam kwaba yinto eyakhayo nekhuthaza mna ekufundiseni nabanye ootitshala nabazali ukuze nabo bafumane inzuzo. Uphando lwemfundo ephakamileyo kulendawo endalenzayo ngexesha ndisenza iMasters, lungqina amandla.
Injongo yalo mgaqo kukunika abazali ezinye indlela zokukhulisa, kwaye nokususa ukumila okuqhelekileyo kwabo, baqonde indima ebalulekileyo abayidlalayo.' [p. 4]
Injongo yalo mgaqo kukunika abazali ezinye indlela zokukhulisa, kwaye nokususa ukumila okuqhelekileyo kwabo, baqonde indima ebalulekileyo abayidlalayo.' [p. 4]
Description
Text in isiXhosa
Number of Copies
1
Library | Accession No | Call No | Copy No | Edition | Location | Availability |
---|---|---|---|---|---|---|
Main | 876 | 1 | Yes |