Rainbow workbooks Imathematika ngesiXhosa. Ibanga lesi-2, Incwadi yesi-2, Ikota 3 & 4

Buy online ($)
Type
E-Book
ISBN 13
9781431501380
Category
ECCE, Foundation
[ Browse Items ]
Publication Year
2013
Publisher
Department: Basic Education, Pretoria, South Africa
URL
[ private ]
Pages
138 p.
Subject
Early childhood education, Primary education, Foundation Phase, Mathematics, Numeracy, Learners, Workbooks, South Africa
Series Name
Abstract
‘Ezi ncwadi zilungiselelwe abantwana baseMzantsi Afrika phantsi kwephiko loMphathiswa weMfundo esisiSeko uNksk. Angie Motshekga kunye noSekela Mphathiswa weMfundo esisiSeko uMnu. Enver Surty. Ezi ncwadi zokusebenzela, iRainbow Workbooks, lelinye lamalinge ongenelelo eSebe leMfundo esisiSeko ajolise ekuphuculeni umgangatho wabafundi beloMzantsi Afrika abakumabanga amathandathu okuqala. Njengomnye wemiba ephambili yoMkhomba-ndlela kaRhulumente, eli phulo libe nempumelelo ngenxa yenkxaso-mali evela kuVimba weSizwe. Oku kuye kwenza ukuba iSebe likwazi ukuvelisa ezi ncwadi, zifumaneke kuzo zonke iilwimi ezisemthethweni ngexabiso eliphantsi’. [Cover]
Description
Text in Xhosa
Number of Copies
1
Library | Accession No | Call No | Copy No | Edition | Location | Availability |
---|---|---|---|---|---|---|
Main | 337 | 1 | Yes |