Rainbow workbooks IsiXhosa ulwimi lweenkobe. Ibanga loku-1, Incwadi yesi-2, Ikota 3 & 4

Type
E-Book
ISBN 13
9781431500505 
Category
ECCE, Foundation  [ Browse Items ]
Publication Year
2013 
Publisher
URL
[ private ] 
Pages
138 p. 
Subject
Early childhood education, Primary education, Foundation Phase, Xhosa language, Literacy, Learners, Workbooks, South Africa 
Series Name
Abstract
‘Ezi ncwadi zilungiselelwe abantwana baseMzantsi Afrika phantsi kwephiko loMphathiswa weMfundo esisiSeko uNksk. Angie Motshekga kunye noSekela Mphathiswa weMfundo esisiSeko uMnu. Enver Surty. Ezi ncwadi zokusebenzela, iRainbow Workbooks, lelinye lamalinge ongenelelo eSebe leMfundo esisiSeko ajolise ekuphuculeni umgangatho wabafundi beloMzantsi Afrika abakumabanga amathandathu okuqala. Njengomnye wemiba ephambili yoMkhombandlela kaRhulumente, eli phulo libe nempumelelo ngenxa yenkxasomali evela kuVimba weSizwe. Oku kuye kwenza ukuba iSebe likwazi ukuvelisa ezi ncwadi, zifumaneke kuzo zonke iilwimi ezisemthethweni ngexabiso eliphantsi’. [Cover] 
Description
Text in Xhosa 
Number of Copies

REVIEWS (0) -

No reviews posted yet.

WRITE A REVIEW

Please login to write a review.