Rainbow workbooks Incwadi yokusebenzela yesiXhosa. Ibanga R, Incwadi yoku-3, Ikota 3

Type
E-Book
ISBN 13
9781431507139 
Category
ECCE, Foundation  [ Browse Items ]
Publication Year
2013 
Publisher
URL
[ private ] 
Pages
58 p. 
Subject
Early childhood education, Primary education, Foundation Phase, Xhosa language, Literacy, Learners, Workbooks, South Africa 
Series Name
Abstract
‘Ezi ncwadi zokusebenzela, iRainbow Workbooks, zonyaka wokwamkela abafundi abaqalayo (Grade R), ziyinxalenye yendlela yobuchule yeSebe leMfundo esisiSeko yokunyusa umgangatho wabantwana besikolo baseMzantsi Afrika. Iziphumo zophando zibonisa ukuba kunyaka ngamnye abathi abantwana banikwe amathuba okwenza imisetyenzana ekhuthazayo/enika umdla phambi kokufunda ibanga lokuqala, baqhuba kakuhle ezifundweni zabo kwiminyaka elandelayo – yonke iminyaka yokufunda kumabanga aphantsi nawasesekondari. Kungoko kugxininiswa ngamandla ekufundeni iBanga R. Ikharityhulamu yesiGaba esisiSeko ifuna abafundi beBanga R banikwe ithuba lokuphuhlisa izakhono zabo zakwangaphambili zokufunda, zokubhala nezokubala kwaye ikwakhankanya izakhono eziyimfuneko ukuze bafumane isiseko semfundo eluqilima ukuze kube lula ukufunda kwibanga lokuqala nakwangaphaya’. [Cover] 
Description
Text in Xhosa 
Number of Copies

REVIEWS (0) -

No reviews posted yet.

WRITE A REVIEW

Please login to write a review.